1
Umshumayeli 5:2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Unganxami ngomlomo wako, nentliziyo yako maingakaulezi ukuku̔pa into ebusweni BUKATIXO: ngokuba UTIXO esezulwini, kanti wena usemhlabeni: ngako oko maabe mancinane amazwi ako
Compare
Explore Umshumayeli 5:2
2
Umshumayeli 5:19
Kanjalo bonke abantu abapiweyo NGUTIXO ubutyebi nendyebo, ukuba ubanikile amandla okudla kuzo, nokutabata isabelwa sabo, nokuvuya emzanyeni wabo, kusisipo SIKATIXO oku.
Explore Umshumayeli 5:19
3
Umshumayeli 5:10
Otandayo imali akakoliswa yimali; nalowo utandayo ubutyebi akakoliswa yinzuzo. Oku kokungendawo nako.
Explore Umshumayeli 5:10
4
Umshumayeli 5:1
GCINA unyawo lwako nxa uyayo endlwini KATIXO, ube kufupi ukuba uve, ngapezu kwokuba ulinike idini lezidenge: ngokuba zona zingazi ukuba ziyenza okubi.
Explore Umshumayeli 5:1
5
Umshumayeli 5:4
Xeshekweni usenza isibambiso KUTIXO, ungalibali ukusifeza; ngokuba engenanyamekelo ezidengeni: oko ubambisile ngako, kufeze.
Explore Umshumayeli 5:4
6
Umshumayeli 5:5
Kulungile ukuba ungabambisi, ngapezu kwokuba ubambise uze ungafezi.
Explore Umshumayeli 5:5
7
Umshumayeli 5:12
Bumnandi ubutongo bosebenzayo, nokuba yinto encinane, nokuba yinto enkulu ayityayo; kodwa ubuninzi bosityebi abumvumeli ukuba alale ubutongo.
Explore Umshumayeli 5:12
8
Umshumayeli 5:15
Njengokuba ebepuma esiswini sonina, wobuya emke ezé, njengokuba ebesiza njalo; waengayi kwamkela nanto ngomzamo wake, angayipatayo esandleni sake.
Explore Umshumayeli 5:15
Home
Bible
Plans
Videos