1
Eyesibini ka‐Samyali 1:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
baza benza isijwili, balila, bazila ukutya kwada kwahlwa, ngenxa ka‐Saule, nangenxa ka‐Jonatane unyana wake, nangenxa yabantu BAKAYEHOVA, nangenxa yendlu ka‐Sirayeli, ngokuba bebewile ngeṙele.
Compare
Explore Eyesibini ka‐Samyali 1:12