Eyesibini ka‐Samyali 1:12
Eyesibini ka‐Samyali 1:12 XHO1902A
baza benza isijwili, balila, bazila ukutya kwada kwahlwa, ngenxa ka‐Saule, nangenxa ka‐Jonatane unyana wake, nangenxa yabantu bakayehova, nangenxa yendlu ka‐Sirayeli, ngokuba bebewile ngeṙele.





