1
UMATEWU 4:4
IBHAYIBHILE
XHO96
Waphendula yena wathi: “*IziBhalo zithi: ‘Umntu akaphili ngasonka sodwa; uphila ngamazwi onke athethwa nguThixo.’ ”
Compare
Explore UMATEWU 4:4
2
UMATEWU 4:10
Waza wathi kuye uYesu: “Hamb' umke, Sathana; kuba iziBhalo zithi: ‘Uze unqule iNkosi uThixo wakho, ukhonze yona yodwa.’ ”
Explore UMATEWU 4:10
3
UMATEWU 4:7
UYesu wathi kuye: “IziBhalo zikwathi: ‘Uze ungayilingi iNkosi uThixo wakho.’ ”
Explore UMATEWU 4:7
4
UMATEWU 4:1-2
Waza uYesu wakhokelelwa entlango nguMoya, ukuba ahendwe ngumtyholi. Uthe ke, ezile ukutya iintsuku ezimashumi mane, walamba ekupheleni kwazo.
Explore UMATEWU 4:1-2
5
UMATEWU 4:19-20
Wathi kubo: “Ndilandeleni; ndonenza abalobi babantu.” Bayishiya kwangoko ke iminatha yabo, bamlandela.
Explore UMATEWU 4:19-20
6
UMATEWU 4:17
Ukususela ngoko uYesu washumayela esithi: “Guqukani, kuba ulawulo lukaThixo lusemnyango.”
Explore UMATEWU 4:17
Home
Bible
Plans
Videos