1
UMSEBENZI WABATHUNYWA 14:15
IBHAYIBHILE
“Madoda, yintoni le niyenzayo? Nathi singabantu; sifana nani! Size apha ukuze sivakalise iindaba ezimnandi, ukuze niguquke nijike kwezi zinto ziphuthileyo, nize kuThixo, owenza izulu, nomhlaba, nolwandle, nezinto ezilapho kuzo.
Compare
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 14:15
2
UMSEBENZI WABATHUNYWA 14:9-10
Yawaphulaphula ngomdla amazwi kaPawulos. UPawulos wayithi ntshoo ngamehlo, waqonda ukuba inokholo olungayiphilisayo, wadanduluka wathi: “Suk' ume ngeenyawo.” Indoda leyo yatsiba yema, yahamba-hamba.
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 14:9-10
3
UMSEBENZI WABATHUNYWA 14:23
Kwibandla ngalinye batyumba abadala, babanikela ngemithandazo nangozilo-kutya eNkosini ababethembele kuyo.
Explore UMSEBENZI WABATHUNYWA 14:23
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos