1
2 KASAMWELI 12:13
IBHAYIBHILE
XHO96
Ke uDavide wathi kuNatan: “Ewe, ndonile kuNdikhoyo.” Uthe kuDavide uNatan: “UNdikhoyo usisusile isono sakho. Akuzi kufa.
Compare
Explore 2 KASAMWELI 12:13
2
2 KASAMWELI 12:9
Khawutsho, ngani ukuba ulidele ilizwi likaNdikhoyo, khon' ukuze wenze okubi emehlweni akhe? U-Uriya umHeti umbulele ngekrele, wathatha umkakhe, wamenza umkakho. Ewe, umbulalise ngekrele lama-Amon.
Explore 2 KASAMWELI 12:9
Home
Bible
Plans
Videos