1
1 KWABASEKORINTE 7:5
IBHAYIBHILE
Musani ukwala ukuhlangana, ngaphandle kokuba nivumelene ukungahlangani okomzuzwana, nisenzela ukuba nibe nethuba lokuthandaza. Emva koko ke ze nibuye nihlangane, hleze uSathana anihende ngenxa yokungabi nako kwenu ukuzibamba.
Compare
Explore 1 KWABASEKORINTE 7:5
2
1 KWABASEKORINTE 7:3-4
Indoda mayimkholise umfazi wayo; nomfazi makenjenjalo endodeni yakhe. Umfazi akanagunya kowakhe umzimba; yindoda enalo. Kwangokunjalo ke nendoda ayinagunya kowayo umzimba; ngumfazi onalo.
Explore 1 KWABASEKORINTE 7:3-4
3
1 KWABASEKORINTE 7:23
UThixo wanithenga ngexabiso elikhulu; musani ke ukuba ngamakhoboka abantu.
Explore 1 KWABASEKORINTE 7:23
YouVersion uses cookies to personalize your experience. By using our website, you accept our use of cookies as described in our Privacy Policy
Home
Bible
Plans
Videos