1
1 YEZIGANEKO 4:10
IBHAYIBHILE
XHO96
UYabeze lo wazibika kuThixo wakwaSirayeli, wathi: “Ngamana wandithamsanqelisa, wawandisa umhlaba wam. Nceda ube nam, undikhusele ebubini, ukuze ndingafi yintlungu.” Ke uThixo wamenzela loo nto ayicelileyo.
Compare
Explore 1 YEZIGANEKO 4:10
2
1 YEZIGANEKO 4:9
UYabheze wayedumile kunabantakwabo. Unina wamthiya eli gama linguYabheze esithi: “Kaloku ndimzele ngokubulaleka yintlungu yenimba.”
Explore 1 YEZIGANEKO 4:9