1
UYOBHI 17:9
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ke olilungisa ubambe indlela yakhe, Ozandla zihlambulukileyo uya ekhalipha.
Compare
Explore UYOBHI 17:9
2
UYOBHI 17:3
Khawubeke into, undimele; Ngubani na yena oya kubambana nam ngesandla?
Explore UYOBHI 17:3
3
UYOBHI 17:1
Umoya wam wonakele, imihla yam icinyiwe, Into yam ngamangcwaba.
Explore UYOBHI 17:1
4
UYOBHI 17:11-12
Imihla yam idlule, zijaciwe izigqibo zam, Amafa entliziyo yam. Bathi ubusuku yimini; Ukukhanya kusondele, xa kuza kuba mnyama.
Explore UYOBHI 17:11-12