UYOBHI 17:11-12
UYOBHI 17:11-12 XHO75
Imihla yam idlule, zijaciwe izigqibo zam, Amafa entliziyo yam. Bathi ubusuku yimini; Ukukhanya kusondele, xa kuza kuba mnyama.