YouVersion embleem
BybelLeesplanneVideo's
Kry die toep
Taalkieser
Soek-ikoon

Gewilde Bybelverse vanaf iGenesis iGenesis 26

1

iGenesis iGenesis 26:3

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Hlala ungumphambukeli kweli lizwe; ndoba nawe, ndikusikelele; ngokuba ndiya kukunika wena nembewu yakho onke la mazwe, ndisimise isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 26:3

2

iGenesis iGenesis 26:4-5

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

ndiya kuyandisa ndiyandise imbewu yakho njengeenkwenkwezi zezulu, ndinike imbewu yakho onke la mazwe; zisikeleleke ngembewu yakho zonke iintlanga zehlabathi; Ngenxa yokuba uAbraham waliphulaphula ilizwi lam waza wawugcina umyalelo wam, imiyalelo yam, imimiselo yam nemithetho yam.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 26:4-5

3

iGenesis iGenesis 26:22

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wemka khona, wemba elinye iqula; kwaye ke ngoko abazange baxabane; wathi ukuyibiza yiRehobhoti; wathi: Kungenxa yokuba ngoku uYehova usenzele indawo, yaye siya kusasazeka ehlabathini.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 26:22

4

iGenesis iGenesis 26:2

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

uYehova wabonakala kuye, wathi, Musa ukuhla uye eYiputa; hlala ezweni endiya kukuxelela lona.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 26:2

5

iGenesis iGenesis 26:25

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wakha khona isibingelelo, walithandaza igama likaYehova, wayimisa khona intente yakhe; bemba iqula khona abakhonzi bakaIsake.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 26:25

Vorige hoofstuk
Volgende hoofstuk
YouVersion

Moedig jou aan en daag jou uit om elke dag intimiteit met God op te soek.

Bediening

Iets oor ons

Loopbane

Vrywilliger

Webjoernaal

Media

Nuttige skakels

Hulp

Skenk

Bybelweergawes

Klankbybels

Bybeltale

Vers-van-die-dag


'n Digitale bediening van

Life.Church
Afrikaans (South Africa)

©2026 Life.Church / YouVersion

PrivaatheidsbeleidVoorwaardes
Program vir die openbaarmaking van kwesbaarheid
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest