YouVersion embleem
BybelLeesplanneVideo's
Kry die toep
Taalkieser
Soek-ikoon

Gewilde Bybelverse vanaf iGenesis iGenesis 27

1

iGenesis iGenesis 27:28-29

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngako oko uThixo wakunika umbethe wezulu, nentabalala yehlabathi, nentabalala yengqolowa, newayini entsha. Mazikukhonze izizwe, ziqubude kuwe iintlanga; balawule abazalwana bakho, baqubude kuwe oonyana bakanyoko; Uqalekisiwe okuqalekisayo, Makabongwe okusikelelayo.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 27:28-29

2

iGenesis iGenesis 27:36

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wathi, Ndathi, KunguYakobi na? ngokuba undenze kubini; ubususile ubukhulu bam; nanku ngoku nilithabathileyo. Wathi: Anindigcinelanga ntsikelelo na?

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 27:36

3

iGenesis iGenesis 27:39-40

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Waphendula uIsake uyise, wathi kuye, Yabona, ikhaya lakho liya kuba lintabalala, nombethe wezulu phezulu. Uya kuphila ngekrele lakho, umkhonze umninawa wakho; ukuba uthe walawula, woyaphula idyokhwe yakhe entanyeni yakho.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 27:39-40

4

iGenesis iGenesis 27:38

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wathi uEsawu kuyise, Inye na le ntsikelelo unayo, bawo? Ndisikelele nam bawo! Waliphakamisa uEsawu ilizwi lakhe, walila.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 27:38

Gratis leesplanne en oordenkings oor iGenesis iGenesis 27

Vorige hoofstuk
Volgende hoofstuk
YouVersion

Moedig jou aan en daag jou uit om elke dag intimiteit met God op te soek.

Bediening

Iets oor ons

Loopbane

Vrywilliger

Webjoernaal

Media

Nuttige skakels

Hulp

Skenk

Bybelweergawes

Klankbybels

Bybeltale

Vers-van-die-dag


'n Digitale bediening van

Life.Church
Afrikaans (South Africa)

©2026 Life.Church / YouVersion

PrivaatheidsbeleidVoorwaardes
Program vir die openbaarmaking van kwesbaarheid
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest