YouVersion embleem
BybelLeesplanneVideo's
Kry die toep
Taalkieser
Soek-ikoon

Gewilde Bybelverse vanaf iGenesis iGenesis 11

1

iGenesis iGenesis 11:6-7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yathi iNkosi: Yabona, abantu bayinto enye, kwaye bonke bantetho-nye; baqala ke ukwenza, ngoku ke abayi kukhatywa nto abacinga ukuyenza. Masihle, siyidube khona intetho yabo, ukuze bangevani ukuthetha

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 11:6-7

2

iGenesis iGenesis 11:4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Bathi ke, Hambani, sizakhele umzi, nemboniselo encopho yayo iye kufika emazulwini; masizenzele igama, hleze sisasazeke ehlabathini.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 11:4

3

iGenesis iGenesis 11:9

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngenxa yoko kwathiwa igama lawo yiBhabheli; ngenxa yokuba kulapho uYehova waluduba khona ulwimi lwehlabathi lonke, yaye uYehova wabachithachitha besuka apho ehlabathini lonke.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 11:9

4

iGenesis iGenesis 11:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ihlabathi liphela libe lulwimi-nye, lizwi linye.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 11:1

5

iGenesis iGenesis 11:5

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wehla uYehova ukuze asibone isixeko nenqaba leyo babeyakhile oonyana babantu.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 11:5

6

iGenesis iGenesis 11:8

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Waza uYehova wabachithachitha kwalapho ehlabathini lonke, yaye bayeka ukusakha eso sixeko.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 11:8

Vorige hoofstuk
Volgende hoofstuk
YouVersion

Moedig jou aan en daag jou uit om elke dag intimiteit met God op te soek.

Bediening

Iets oor ons

Loopbane

Vrywilliger

Webjoernaal

Media

Nuttige skakels

Hulp

Skenk

Bybelweergawes

Klankbybels

Bybeltale

Vers-van-die-dag


'n Digitale bediening van

Life.Church
Afrikaans (South Africa)

©2026 Life.Church / YouVersion

PrivaatheidsbeleidVoorwaardes
Program vir die openbaarmaking van kwesbaarheid
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest