YouVersion embleem
BybelLeesplanneVideo's
Kry die toep
Taalkieser
Soek-ikoon

Gewilde Bybelverse vanaf iGenesis iGenesis 12

1

iGenesis iGenesis 12:2-3

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ndiya kukwenza uhlanga olukhulu, ndikusikelele, ndilikhulise igama lakho; kwaye uya kuba nethamsanqa. Yaye ndiya kumsikelela okusikeleleyo, lowo ukuqalekisayo ndimqalekise; zisikeleleke ngawe zonke izizukulwana zehlabathi.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 12:2-3

2

iGenesis iGenesis 12:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wathi uYehova kuAbram, Lishiye ilizwe lakowenu, nendlu yakho, nendlu kayihlo, uye ezweni endokubonisa lona.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 12:1

3

iGenesis iGenesis 12:4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wemka uAbram njengoko wathethayo uYehova kuye; uLote wahamba naye, yaye uAbram wayeneminyaka engamashumi asixhenxe anesihlanu ubudala ekuphumeni kwakhe kwelakwaHaran.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 12:4

4

iGenesis iGenesis 12:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

uYehova wabonakala kuAbram, wathi, Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe; waza wamakhela khona isibingelelo uYehova owayebonakele kuye.

Vergelyk

Verken iGenesis iGenesis 12:7

Vorige hoofstuk
Volgende hoofstuk
YouVersion

Moedig jou aan en daag jou uit om elke dag intimiteit met God op te soek.

Bediening

Iets oor ons

Loopbane

Vrywilliger

Webjoernaal

Media

Nuttige skakels

Hulp

Skenk

Bybelweergawes

Klankbybels

Bybeltale

Vers-van-die-dag


'n Digitale bediening van

Life.Church
Afrikaans (South Africa)

©2026 Life.Church / YouVersion

PrivaatheidsbeleidVoorwaardes
Program vir die openbaarmaking van kwesbaarheid
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest