Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Yoshuwa 23

1

U‐Yoshuwa 23:14

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kanjalo bona ke, ndihamba namhla ngendlela yomhlaba wonke; naniya kwazi ngayo yonke intliziyo yenu, nangawo wonke umpefumlo wenu, ukuba akutshitshanga nanye into kuzo zonke izinto ezilungileyo, azitetileyo UYEHOVA, UTIXO wenu, ngani; zonke zize kubako kuni, akutshitshanga nto kuzo noko inye.

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 23:14

2

U‐Yoshuwa 23:11

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Zilumkeleni kunene ngoko, ukuba nimtande UYEHOVA, UTIXO wenu.

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 23:11

3

U‐Yoshuwa 23:10

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Indoda ibe nye kuni iya kusukela iwaka: ngokuba UYEHOVA, UTIXO wenu, nguye onilwelayo, njengokuba etshilo kuni.

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 23:10

4

U‐Yoshuwa 23:8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

kodwa namatelani KUYEHOVA, UTIXO wenu, njengokuba nenzile kwada kwanamhla nje.

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 23:8

5

U‐Yoshuwa 23:6

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ize nomelele kakulu, ukuba nikugcine nikwenze konke okuba̔liweyo encwadini yomteto ka‐Mosesi, ukuze ningapambuki kuyo nangasekunene nangasekohlo

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 23:6

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Yoshuwa 23

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest