Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Yoshuwa 24

1

U‐Yoshuwa 24:15

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa ukuba kubi emehlweni enu ukumkonza UYEHOVA, ziqasheleni namhla oyena niya kumkonza; nokuba ngotixo ababekonza bona oyihlo benu, ababepesheya kwomlambo, nokuba ngotixo baba‐Amori, enimiyo elizweni labo: mna kodwa, nendlu yam, siya kumkonza UYEHOVA.

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 24:15

2

U‐Yoshuwa 24:14

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngako kaloku yoyikani UYEHOVA, nimkonze yena ngolungelelano nangenyaniso: kanjalo kwelelisani otixo ababekonza bona oyihlo benu pesheya kwomlambo, nase‐Jipete; nize nimkonze UYEHOVA.

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 24:14

3

U‐Yoshuwa 24:16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Baza bapendula abantu, bati: Makube lé kuti okokuba simshiye UYEHOVA, ukuya kukonza otixo bambi

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 24:16

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest