UYOSHUWA 23:11 - Compare All Versions
UYOSHUWA 23:11 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zigcineni kunene ngenxa yemiphefumlo yenu, ukuba nimthande uYehova uThixo wenu.
Yabelana
UYOSHUWA 23 XHO75UYOSHUWA 23:11 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ze nigcise ke ngenxa yobomi benu, uNdikhoyo uThixo wenu nimthande
Yabelana
UYOSHUWA 23 XHO96UYOSHUWA 23:11 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Zilumkeleni, ukuze nimthande uYehova uThixo wenu.
Yabelana
UYOSHUWA 23 CXB24UYOSHUWA 23:11 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zilumkeleni kunene ngoko, ukuba nimtande UYEHOVA, UTIXO wenu.
Yabelana
UYOSHUWA 23 XHO1902A