UYOSHUWA 23:6 - Compare All Versions
UYOSHUWA 23:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yomelelani kunene, ukuze nigcine nenze konke okubhaliweyo encwadini yomyalelo kaMoses, ukuze ningasuki kuwo, nityekele ekunene nasekhohlo
Yabelana
UYOSHUWA 23 XHO75UYOSHUWA 23:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke yomelelani, ninyamekele nithobele yonke into ebhalwe kwincwadi yomthetho kaMosis, ningashiyi nendawo le.
Yabelana
UYOSHUWA 23 XHO96UYOSHUWA 23:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Yomelelani kunene, nigcine nenze konke okubhaliweyo encwadini yomyalelo kaMoses, ukuze ningatyeki kuwo, niye ekunene nasekhohlo
Yabelana
UYOSHUWA 23 CXB24UYOSHUWA 23:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ize nomelele kakulu, ukuba nikugcine nikwenze konke okuba̔liweyo encwadini yomteto ka‐Mosesi, ukuze ningapambuki kuyo nangasekunene nangasekohlo
Yabelana
UYOSHUWA 23 XHO1902A