Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Ivesi yoLusuku

Novemba 16, 2025

ULUKA 1:37 - ngokuba akukho nanye into eya kumnqabela yena uThixo.
Yabelana
ngokuba akukho nanye into eya kumnqabela yena uThixo.

ULUKA 1:37 (XHO75)

Funda {{ivesi}}
Bhalisa

Iivesi zeBhayibhile zaleveki

Novemba 15, 2025

Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade.

UYOHANE 3:16 (XHO75)

Ivesi yeBhayibhile ya namhlanje - usuku {{usuku}} - umfanekiso {{umfanekiso}}

Novemba 14, 2025

Yehova, unguThixo wam; ndiya kukuphakamisa, ndiya kubulela kwigama lakho; ngokuba wenzé imisebenzi ebalulekileyo, amacebo akho kwakude, ukunyaniseka, inyaniso.

UISAYA 25:1 (XHO75)

Ivesi yeBhayibhile ya namhlanje - usuku {{usuku}} - umfanekiso {{umfanekiso}}

Novemba 13, 2025

Vuyani eNkosini amaxesha onke; ndiyaphinda ndithi, Vuyani.

KWABASEFILIPI 4:4 (XHO75)

Ivesi yeBhayibhile ya namhlanje - usuku {{usuku}} - umfanekiso {{umfanekiso}}

Novemba 12, 2025

Kungoko ndithi, Thuthuzelanani, nákhane, kwanjengokuba nisenjenjalo.

KWABASETESALONIKA I 5:11 (XHO75)

Ivesi yeBhayibhile ya namhlanje - usuku {{usuku}} - umfanekiso {{umfanekiso}}

Novemba 11, 2025

alucaphuki; alunanzondo; aluvuyeli kungalungisi; luvuyisana nenyaniso.

KWABASEKORINTE I 13:6 (XHO75)

Ivesi yeBhayibhile ya namhlanje - usuku {{usuku}} - umfanekiso {{umfanekiso}}

Novemba 10, 2025

Yivani omemezayo, esithi, Yigeceni entlango indlela kaYehova; tyenenezelani uThixo wethu umendo enkqantosini.

UISAYA 40:3 (XHO75)

Ivesi yeBhayibhile ya namhlanje - usuku {{usuku}} - umfanekiso {{umfanekiso}}
Khuphela iApp

Fumana iBhayibhile yasimahla kwifowuni yakho kunye nethebhulethi.

Khuphela iBible App ngoku
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo