UYOSHUWA 23:10 - Compare All Versions
UYOSHUWA 23:10 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
indoda inye kuni isukele iwaka; ngokuba uYehova uThixo wenu nguye onilwelayo, njengoko wakuthethayo kuni.
Yabelana
UYOSHUWA 23 XHO75UYOSHUWA 23:10 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nditsho nomntu omnye kuni angachitha-chitha iwaka eyedwa, kuba kaloku uNdikhoyo uThixo wenu uyanilwela njengoko wathembisayo.
Yabelana
UYOSHUWA 23 XHO96UYOSHUWA 23:10 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
indoda enye kuni isukele iwaka; ngokuba uYehova uThixo wenu nguye onilwelayo, njengoko wakuthethayo kuni.
Yabelana
UYOSHUWA 23 CXB24UYOSHUWA 23:10 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Indoda ibe nye kuni iya kusukela iwaka: ngokuba UYEHOVA, UTIXO wenu, nguye onilwelayo, njengokuba etshilo kuni.
Yabelana
UYOSHUWA 23 XHO1902A