Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 3:25-26

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 3:25-26 XHO1902A

ate utixo wambeka ngapambili ukuba sisihlaulelo ngalo ukolo egazini lake, kube kukubonakaliswa kwobulungisa bake, ngenxa yokuyekelwa kwezono ezibe zenziwe pambili, ekunyamezeleni kukatixo; kuze kube kukubonakaliswa kwobulungisa bake kwelixesha lakaloku nje, ukuze abe elungile, nxa agwebelayo owaselukolweni luka‐Yesu.

วิดีโอสำหรับ Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 3:25-26

แผนการอ่าน และบทใคร่ครวญประจำวัน ตามหัวข้อ Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 3:25-26 ฟรี