Imibalo 33:55
Imibalo 33:55 XHO1902A
Kanti ukuba aniyi kubagqogqa abemi belizwe pambi kwenu, kuya kwandula ukuti, abo nibasalisa kubo boba ngameva emehlweni enu, nezihlaba emacaleni enu; babeya kunipata ngobutshaba pezu kwomhlaba enihlala kuwo.