Ivangeli ka‐Mateyu 6:24

Ivangeli ka‐Mateyu 6:24 XHO1902A

Akuko mntu ongakonzayo inkosi ezimbini: ngokuba eya kutiya enye, atande enye; okanye, uya kubambelela kwenye, adele enye. Aningekonze utixo nobutyebi kunye.

แผนการอ่าน และบทใคร่ครวญประจำวัน ตามหัวข้อ Ivangeli ka‐Mateyu 6:24 ฟรี