U‐Malaki 4:5-6
U‐Malaki 4:5-6 XHO1902A
Bona ke, ndiya kutuma kuni u‐Elija umprofite, ungekafiki umhla kayehova omkulu owoyikekileyo: waeya kuti intliziyo yoyise ayiguqulele kubantwana, nentliziyo yabantwana ayiguqulelekoyise; hleze ndize ke ndilibete ilizwe ngesiqalekiso.


