I‐Levitikusi 6:12
I‐Levitikusi 6:12 XHO1902A
Waye umlilo esibingelweni uya kuhlala uvuta kuso; awusayi kucinywa; umperisite uya kupemba inkuni pezu kwawo imiso ngemiso, acwangcise nedini lokutshiswa pezu kwawo; waeya kutshisa pezu kwawo inqata leminikelo yoxolo.



