U‐Habakuke 3:2

U‐Habakuke 3:2 XHO1902A

Yehova! ndivile intshumayelo yako, ndoyika ke: Yehova! umsebenzi wako wupilise pakati kweminyaka: pakati kweminyaka wazise; emsindweni kumbula itaṙu.

อ่าน U‐Habakuke 3