U‐Habakuke 2:2-3

U‐Habakuke 2:2-3 XHO1902A

Waza uyehova wandipendula, wati: Ba̔la umboniso, uwuqingqe pezu kwamacwecwe, ukuze abaleke lowo uwuleseshayo. Ngokuba umboniso ungowexesha elimiselweyo; kodwa uya kuteta ekupeleni, awuyi kuxoka: nakuba uzilazilayo, wulinde; ngokuba uya kuza ngenyaniso, awuyi kulibala.

อ่าน U‐Habakuke 2

แผนการอ่าน และบทใคร่ครวญประจำวัน ตามหัวข้อ U‐Habakuke 2:2-3 ฟรี