I‐Genesise 50:25
I‐Genesise 50:25 XHO1902A
Waza u‐Josefe wafungisa usapo luka‐Sirayeli, esiti: UTIXO wonikumbula ngenyaniso, naniya kunyusa amatambo am kulendawo.