I‐Kesodusi 7:3-4

I‐Kesodusi 7:3-4 XHO1902A

Nam ndiya kuyenza lukuni intliziyo ka‐Faro; ndandiya kwandisa imiqondiso yam nemimangaliso yam ezweni le‐Jipete. Koko u‐Faro engayi kunipulapula, ndandiya kubeka isandla sam pezu kwe‐Jipete, ndikupe imikosi yam, abantu bam abalusapo luka‐Sirayeli, elizweni le‐Jipete, ngemigwebo emikulu.

อ่าน I‐Kesodusi 7