I‐Kesodusi 38:1
I‐Kesodusi 38:1 XHO1902A
Kanjako wasenza isibingelo samadini okutshiswa ngemiti yeshitime: sasizikubite ezintlanu ubude baso, nekubite ezintlanu ububanzi baso; sanamacala mane; nobupakamo baso sasizikubite ezintatu.