Izenzo zabapostile 11:23-24
Izenzo zabapostile 11:23-24 XHO1902A
owati efikile nje, nofefe lukatixo elubonile, wavuya, wabayala bonke ukuba mabati ngemvume yentliziyo banamatele kwinkosi. Ngokuba ebeyindoda elungileyo, ezele ngumoya oyingcwele nalukolo. Saza isihlwele esikulu songezelelwa kwinkosi.

