Izenzo zabapostile 1:4-5
Izenzo zabapostile 1:4-5 XHO1902A
Waza ehlanganisene nabo wabayala ukuba mabangemki e‐Yerusaleme, mabalinde isibambiso soyise, — eso, watsho yena, enisivileyo kum: ngokuba u‐Johane okunene wabapitizesha ngamanzi; kodwa nina nobapitizeshwa ngomoya oyingcwele, intsuku ezingeninzi emveni kwezi.



