1
I‐Kesodusi 25:8-9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Kanjalo mabandenzele indawo eyingcwele, ndize ndihlale pakati kwabo. Njengako konke ndikubonisa kona, njengawo umfanekiselo wetabanakele, nomfanekiselo wazo zonke impahla zayo, niya kuyenza kwa ngokunjalo.
เปรียบเทียบ
สำรวจ I‐Kesodusi 25:8-9
2
I‐Kesodusi 25:2
Teta nosapo luka‐Sirayeli, ukuba lunditabatele umnikelo: kubo bonke abantu abantliziyo zibaqu̔bayo, niya kuwamkela umnikelo wam.
สำรวจ I‐Kesodusi 25:2