โลโก้ YouVersion
พระคัมภีร์แผนการอ่านวิดีโอ
ดาวน์โหลดแอป
ตัวเลือกภาษา
ไอคอนค้นหา

ข้อพระคัมภีร์ยอดนิยมจาก I‐Kesodusi 12

1

I‐Kesodusi 12:12-13

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba ndiya kucanda elizweni le‐Jipete kwa ngobubusuku, ndibete onke amazibulo asezwenile‐Jipete, nawabantu nawezilo; nabo bonke otixo base‐Jipete ndiya kuyenza imigwebo pezu kwabo, kwa mna YEHOVA. Laye igazi elo liya kuba ngumqondiso kuni pezu kwezindlu enikuzo; ndoti ndakubona igazi, ndigqite kuni, size singabiko pezu kwenu isibulalo sokutshabalalisa, xa ndilibetayo ilizwe le‐Jipete.

เปรียบเทียบ

สำรวจ I‐Kesodusi 12:12-13

2

I‐Kesodusi 12:14

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kanjalo lomhla woba yinkumbuzo kuni; niya kubamba wona ube ngowomtendeleko KUYEHOVA; nowubamba ke ngezizukulwana zenu ube ngummiselwa ongunapakade.

เปรียบเทียบ

สำรวจ I‐Kesodusi 12:14

3

I‐Kesodusi 12:26-27

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kwoti kanjalo, xeshekweni abantwana benu baya kuti kuni: Yinto nina lenkonzo kuni? niya kwandula ukuti: Lidini lepasika KUYEHOVA, owayegqita ezindlwini zosapo luka‐Sirayeli e‐Jipete, okuya wabebeta ama‐Jipete, wasindisa izindlu zetu. Baza abantu batoba ngapantsi, babedesha.

เปรียบเทียบ

สำรวจ I‐Kesodusi 12:26-27

บทที่ผ่านมา
บทต่อไป
YouVersion

สนับสนุน และท้าทายคุณ ที่จะแสวงหาความใกล้ชิดกับพระเจ้าในทุกๆวัน

พันธกิจ

เกี่ยวกับ

อาชีพ

อาสาสมัคร

บล็อก

ข่าวสาร

ลิงก์ที่มีประโยชน์

ช่วยเหลือ

ถวายเพื่อสนับสนุน

พระคัมภีร์ฉบับ

พระคัมภีร์ฉบับเสียง

ภาษาของพระคัมภีร์

ข้อพระคัมภีร์ประจำวัน


พันธกิจดิจิทัล ของ

Life.Church
ภาษาไทย (ประเทศไทย)

©2026 Life.Church / YouVersion

นโยบายความเป็นส่วนตัวข้อตกลง
โปรแกรมการเปิดเผยช่องโหว่
Facebookทวีตเตอร์อินสตาแกรมYouTubePinterest