1
I‐Duteronomi 4:29
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Kodwa wakufuna kwa kona UYEHOVA, UTIXO wako, uya kwandula ukumfumana, nxa umbuzayo ngayo yonke intliziyo yako, nangawo wonke umpefumlo wako.
เปรียบเทียบ
สำรวจ I‐Duteronomi 4:29
2
I‐Duteronomi 4:31
(ngokuba e NGUTIXO onenceba, UYEHOVA, UTIXO wako;) akasayi kukuyeka, akasayi kukububisa kanjako; nocebano lwoyihlo bako, owabebafungela ngalo, akasayi kululibala.
สำรวจ I‐Duteronomi 4:31
3
I‐Duteronomi 4:24
Ngokuba UYEHOVA, UTIXO wako, engumlilo odlayo, e NGUTIXO onekwele.
สำรวจ I‐Duteronomi 4:24
4
I‐Duteronomi 4:9
Kodwa zilumkele ke, uwugcine umpefumlo wako kunene, ukuba ungalibali ezozinto amehlo ako azibonileyo, nokuba zingemki entliziyweni yako yonke imihla yokudla kwako ubomi: uze uzazise kubantwana bako, nakubantwana babantwana bako.
สำรวจ I‐Duteronomi 4:9
5
I‐Duteronomi 4:39
Yazi ke ngoko namhla nje, ukumbule entliziyweni yako, ukuba UYEHOVA unguye UTIXO, ezulwini pezulu, nasemhlabeni ngapantsi; akuko wumbi.
สำรวจ I‐Duteronomi 4:39
6
I‐Duteronomi 4:7
Ngokuba lulupina uhlanga olukulu olunaye utixo ekufupi kulo, NJENGOYEHOVA, UTIXO wetu, ngako konke esimbizelayo?
สำรวจ I‐Duteronomi 4:7
7
I‐Duteronomi 4:30
Nxa usebunzimeni, nanxa zonke ezizinto zikufumene, emihleni yasemva, ukuba uya kubuyela KUYEHOVA, UTIXO wako, upulapule elizwini lake
สำรวจ I‐Duteronomi 4:30
8
I‐Duteronomi 4:2
Aniyi kwongeza pezu kwelizwi endiniyalela ngalo, aniyi kususa kulo kanjalo; ukuze nigcine imiyalelo KAYEHOVA, UTIXO wenu, endiniyalela ngayo.
สำรวจ I‐Duteronomi 4:2