1
IGENESIS 25:23
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Wathi uYehova kuye, Zimbini iintlanga esizalweni sakho; Kuya kwahluka zizwe zibini esiswini sakho, Esinye somelele ngaphezu kwesinye; Omkhulu uya kukhonza omnci.
Харьцуулах
IGENESIS 25:23 г судлах
2
IGENESIS 25:30
Wathi uEsawu kuYakobi, Khawundiphe ndiginye kwinto engqombela, loo nto ingqombela, kuba ndityhafile; ngenxa yoko kwathiwa igama lakhe nguEdom.•
IGENESIS 25:30 г судлах
3
IGENESIS 25:21
Wathandaza uIsake kuYehova mayela nomkakhe, ngokuba ebengazali. Wathandazeka uYehova, wamitha uRebheka umkakhe.
IGENESIS 25:21 г судлах
4
IGENESIS 25:32-33
Wathi uEsawu, Yabona, ndiza kufa; buyintoni na kum ubuzibulo? Wathi uYakobi, Ndífungele namhlanje. Wamfungela; wathengisa ke ngobuzibulo bakhe kuYakobi.
IGENESIS 25:32-33 г судлах
5
IGENESIS 25:26
Emveni koko kwaphuma umninawa walo, isandla sakhe sibambe isithende sikaEsawu, wamthiya igama elinguYakobi.• UIsake wayeminyaka imashumi mathandathu ezelwe, ukuzalwa kwabo.
IGENESIS 25:26 г судлах
6
IGENESIS 25:28
UIsake wathanda uEsawu, ngokuba inyamakazi ibimnandi emlonyeni wakhe; ke yena uRebheka wathanda uYakobi.
IGENESIS 25:28 г судлах