1
IGENESIS 24:12
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Wathi, Yehova, Thixo wenkosi yam uAbraham, mawundithamsanqele namhla, uyenzele inkosi yam uAbraham inceba.
Харьцуулах
IGENESIS 24:12 г судлах
2
IGENESIS 24:14
Ke intombi endothi kuyo, Khawuthobe umphanda wakho, ndisele; ize ithi, Sela, neenkamela zakho ndoziseza nazo: mayibe yiyo oyimisele umkhonzi wakho uIsake; ndazi mna ngoko, ukuba uyenzele inkosi yam inceba.
IGENESIS 24:14 г судлах
3
IGENESIS 24:67
UIsake wamsa ententeni kaSara unina, wamzeka uRebheka, waba ngumkakhe; wamthanda. UIsake wathuthuzeleka ke ngenxa yonina.
IGENESIS 24:67 г судлах
4
IGENESIS 24:60
Bamsikelela uRebheka, bathi kuye, Ùngudade wethu; yiba ngamawakawaka, imbewu yakho ilidle ilifa isango lâbo bayithiyayo.
IGENESIS 24:60 г судлах
5
IGENESIS 24:3-4
ndikufùngise uYehova uThixo wamazulu, uThixo wehlabathi, ukuba akuyi kumzekela unyana wam umfazi ezintombini zamaKanan, endihleli phakathi kwawo; ukuba wòya ezweni lakowethu, nakwelokuzalwa kwam, umzekele unyana wam uIsake umfazi.
IGENESIS 24:3-4 г судлах