YouVersion лого
БиблиТѳлѳвлѳгѳѳнүүд Бичлэгүүд
Апп-ыг аваарай
Хэл сонгогч
Хайлтын дүрс

IGENESIS 26-ын алдартай Библийн эшлэлүүд

1

IGENESIS 26:3

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Phambukela kweli zwe. Ndoba nawe, ndikusikelele; kuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe, ndisimise isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo

Харьцуулах

IGENESIS 26:3 г судлах

2

IGENESIS 26:4-5

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ndiyàndise imbewu yakho njengeenkwenkwezi zezulu, ndiyinike imbewu yakho onke la mazwe, zisikelelwe ngembewu yakho zonke iintlanga zehlabathi; ngenxa enokuba uAbraham waliphulaphulayo izwi lam, wasigcina isigxina sam, nemithetho yam, nemimiselo yam, nemiyalelo yam.

Харьцуулах

IGENESIS 26:4-5 г судлах

3

IGENESIS 26:22

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wesuka khona wemba elinye iqula; àbabambananga ngalo, wathi igama lalo yiRehobhoti.• Wathi, Inene, ngoku uYehova usenzele indawo ebanzi, ukuze siqhame ezweni apha.

Харьцуулах

IGENESIS 26:22 г судлах

4

IGENESIS 26:2

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UYehova wabonakala kuye, wathi, Musa ukuhla uye eYiputa; yima ezweni endiya kukuxelela lona.

Харьцуулах

IGENESIS 26:2 г судлах

5

IGENESIS 26:25

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wákha khona isibingelelo, wanqula igama likaYehova, wayimisa khona intente yakhe; abakhonzi bakaIsake bemba khona iqula.

Харьцуулах

IGENESIS 26:25 г судлах

Өмнөх Бүлэг
Дараагийн Бүлэг
YouVersion

Таныг өдөр бүр Бурхантай дотно харилцаа тогтоохыг урамшуулж, уриалж байна.

Үйлчлэл

Тухай

Ажил мэргэжил

Сайн дурын ажилтан

Блог

Хэвлэл мэдээлэл

Хэрэгтэй холбоосууд

Тусламж

Хандивлах

Библийн орчуулгууд

Аудио Библи

Библийн хэлүүд

Ѳнѳѳдрийн эшлэл


Дижитал үйлчлэл

Life.Church
Монгол

©2026 Life.Church / YouVersion-ы

Нууцлалын бодлогоНөхцөл
Эмзэг байдлыг тодруулах хөтөлбөр
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest