uZefaniya 2:11
uZefaniya 2:11 CXB24
uYehova uya kunkwantya kubo, kuba uya kubabulala ngephango bonke oothixo behlabathi; yaye abantu baya kumnqula elowo endaweni yakhe, kuzo zonke iziqithi zeentlanga.