iMizekeliso 22:22-23
iMizekeliso 22:22-23 CXB24
Musa ukusihlutha isisweli, ngokuba lilihlwempu; uze ungawacinezeli amahlwempu emnyango. Ngenxa yokuba uYehova uya kubamela aze awutshabalalise umphefumlo wabo baphangayo.