YouVersion Logo
Search Icon

KwabaseFilipi 2:1-3

KwabaseFilipi 2:1-3 CXB24

Ukuba ngoko kukho intuthuzelo kuKristu, ukuba kukho intuthuzelo yothando, ukuba kukho ubudlelane boMoya, ukuba kukho imfesane neemfefe, Luzaliseni uvuyo lwam, ukuze nicinge nto-nye, ninaluthando lunye, ninamphefumlo mnye, nicinga nto-nye. Ningenzi nanye into ngokweyelenqe, nangokozuko olulambathayo. Yithini ngokuthobeka kwentliziyo omnye ambalele omnye ekuthini nguyena wongamileyo kunaye.