YouVersion Logo
Search Icon

uMarko 16:4-5

uMarko 16:4-5 CXB24

Bathi bakukhangela, babona ukuba liqengqiwe lesuka ilitye; kuba belilikhulu kakhulu. Bakuba bengenile engcwabeni, babona umfana ehleli ngasekunene, ambethe ingubo ende emhlophe; basuka boyika.

Free Reading Plans and Devotionals related to uMarko 16:4-5