uMarko 1:17-18
uMarko 1:17-18 CXB24
Wathi kubo uYesu, Yizani apha nindilandele; ndonenza nibe ngababambisi babantu. Bayishiya kwaoko iminatha yabo, bamlandela.