YouVersion Logo
Search Icon

uMateyu 6:9-10

uMateyu 6:9-10 CXB24

Thandazani ngoko nina nenjenje: Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe igama lakho. Mabufike ubukumkani bakho. Makwenziwe ukuthanda kwakho nasemhlabeni, njengokuba kusenziwa emazulwini.