uMateyu 21:21-22
uMateyu 21:21-22 CXB24
Waphendula uYesu wathi kubo, Inene, ndithi kuni, Ukuba nithe nanokholo, anathandabuza, anisayi kwenza le nto yomkhiwane yodwa; nothi kule ntaba, Thabatheka; uphoseke elwandle; iya kwenziwa. Neento zonke enithe nazicela ekuthandazeni nikholwa, nozamkela.