YouVersion Logo
Search Icon

uMateyu 16:26

uMateyu 16:26 CXB24

Kuba, kumnceda ntoni na umntu, ukuba uthe wazuza ihlabathi liphela, waza wonakalelwa ke ngumphefumlo wakhe? Okanye worhola ntoni na umntu, ibe sisananelo somphefumlo wakhe?

Free Reading Plans and Devotionals related to uMateyu 16:26