YouVersion Logo
Search Icon

uYohane 16:22-23

uYohane 16:22-23 CXB24

Nani ke ngoko nixhalabile ngokunje; kodwa ndobuya ndinibone; yaye iya kuvuya intliziyo yenu, novuyo lwenu akukho namnye uya kuluhlutha kuni. Ngaloo mini aniyi kundibuza nto. Inene, inene, ndithi kuni, Zonke izinto enithe nazicela kuBawo egameni lam, woninika.

Free Reading Plans and Devotionals related to uYohane 16:22-23