uYeremiya 46:27
uYeremiya 46:27 CXB24
Ke wena musa ukoyika, mkhonzi wam Yakobi; musa ukoyika, Sirayeli; ngokuba, uyabona, ndiya kukukhulula, ndikuhlawulele kude nasembewini yakho ezweni lokuthinjwa kwabo; noYakobi uya kubuya abe ngoxolo, aphumle, kungabikho umothusayo

