uHezekile 43:4-5
uHezekile 43:4-5 CXB24
Ubuqaqawuli bukaYehova bangena endlwini ngesango elibheke empumalanga. Wandithabatha umoya, wandisa entendelezweni engaphakathi; nabo ke ubuqaqawuli bukaYehova buyizalisile indlu.