uHezekile 4:4-5
uHezekile 4:4-5 CXB24
Lala ngecala lakho lasekhohlo, ububeke ubugwenxa bendlu kaSirayeli phezu kwalo; ngokuba inani leentsuku enilala ngalo, niya kubuthwala ububi babo. Kuba iminyaka yobubi babo ndiyenza ukuba ibe ngangenani leentsuku, iintsuku ezimakhulu mathathu anamanci asithoba; ngaloo ndlela uya kubuthwala ubugwenxa bendlu kaSirayeli.



